Ukwazisa malunga nokuvalwa kwenkunkuma enokuba sisichumiso etiphini ngo2027 (kubandakanywa nenkukuma yokutya kunye neyegadi)
Singathanda ukuqonda ukuba ingaba abahlali bakwaSBM bayayazi na into yokuvalwa kokulahlwa kwenkukumaenokuba sisichumiso kwindawo yokulahla inkunkuma ngo2027, njengoko yamiselwa nguRhulumente weNtshona Koloni.
Sign in to Google to save your progress. Learn more
Ngaba uyazi ukuba ngo2027 inkukuma enokuba sisichumiso (kuquka ukutya kunye nenkukuma yasegadini) inokungaphindi ithunyelwe kwindawo yokulahla inkukuma?  *
Ngaba ungathanda ukufumana ulwazi oluthe vetshe malunga nale nkukuma ephilayo ukuya kuthintelo lokulahla inkunkuma?
*
Yeyiphi iwadi ohlala kuyo?
*
Submit
Clear form
This content is neither created nor endorsed by Google. Report Abuse - Terms of Service - Privacy Policy